Kungani ukuba abaphathi abalungileyo besenza izigqibo ezingalunganga?
(2014-04)
Article
Ingaba imo yethu yangaphakathi isibangela ukuba senze izigqibo ezilambathayo? Okanye singabeka ityala kwiimeko zangaphandle? UBongani Mgayi - ichule kwezoshishino kwanomcebisi oyinxalenye yezaziso eUSB kunye namanyathelo emisebenzi yasekuhlaleni - uthatha ingqwalasela koko kufihlakeleyo ekuzikhetheleni kwethu.