Ukungafani Kwabantu emsebenzini: Okuhle, Okubi, Okubalulekileyo
(2014-10)
Article
UMzantsi Afrika ubhiyozela ama 20 eminyaka ye demokrasi kulo nyaka. Nje ngembonakalo yenkululeko, uCherice Smith uye wajonga uphuhliso noqhwayelomva lokungafani kwabantu kwindawo zemisebenzi kule minyaka ilishumi idlulileyo.