Uxhaso mali lokuhluma kweafrika: indima yophuhliso lwemali

Adjasi, Charles (2014-10)

Article

Zeziphi izixhobo zoqoqosho uMzantsi Afrika onazo kwezemali,ukutsho, amaziko enza iiprojekthi, ukwanda kwamashishini amancinci okanye izinto ezinokuthi zithengiswe zamakhaya? Njing. Charles Adjasi, injingalwazi emanyeneyo neyintoko: Inkqubo yoPhuhliso lweZemali kwi Yunivesithi yase Stellenbosch Business School, ihlola indima yophuhliso lwemali ukuxhasa ukuhluma kweAfrika.

Please refer to this item in SUNScholar by using the following persistent URL: http://hdl.handle.net/10019.1/96576
This item appears in the following collections: