Uhlalutyo lwesemantiki yelekhisikoni yesenzi sentshukumo u-phuma kwisixhosa

Yekiwe, Mpumezo Martin (2003-03)

Thesis (MA)--University of Stellenbosch, 2003.

Thesis

ENGLISH ABSTRACT: This study explores the lexical semantic analysis of motion verb - phuma in Xhosa. In Chapter 1 the aim of the study is stated. Properties about the lexical semantic analysis of the verb -phuma as well as the generative lexicon theory by Pustejovsky (1996) are discussed. The theoretical framework and the organisation of study are also discussed in this chapter. Chapter 2 addresses in more detail the type system for semantics. A generative theory of the lexicon includes multiple levels of representation for different types of lexical information needed. Among such levels are Argument Structure, Event Structure, Qualia Structure and Inheritance Structure. Chapter 2 also represent in more detail the structure of qualia and the role they play in distributing the functional behaviour of words and phrases in composition. Chapter 3 examines the lexical semantic analysis of the verb -phuma to account for the range of selectional properties of the NP subject argument of the verb -phuma and the various interpretations that arise in terms of composition with its complement arguments. The polysemous behaviour of the verb -phuma is examined in sentence alternation constructions with respect to event structure properties. The lexical representation in terms of argument structure and the event structure of the verb -phuma in different sentences is also investigated. Chapter 4 is the conclusion, summarising the findings of all the previous chapters in this study on lexical semantic analysis of the motion verb -phuma in Xhosa.

AFRIKAANSE OPSOMMING: Hierdie studie ondersoek die leksikaal-semantiese analise van die bewegingswerkwoord -phuma in Xhosa. In hoofstuk 1 word die doelstellings van die studie uiteengesit. Die teorie van Generatiewe Leksikon van Pustejovsky word ook kortliks bespreek, wat die teoretiese raamwerk is van die studie. Laastens word die organisasie van die studie bespreek. Hoofstuk 2 bespreek in groter besonderhede die model van Generatiewe Leksikon teorie. 'n Generatiewe teorie van die leksikon sluit in veelvuldige vlakke van representasie vir die verskillende tipes leksikale inligting wat benodig word. Hierdie vlakke van representasie sluit in die Argument struktuur, Gebeure ('Event') struktuur, Qualia struktuur en Leksikale Erf (Inheritance) struktuur. Hoofstuk 2 bied ook in meer detail die struktuur van qualia en die rol wat dit speel in die verspreiding van die funksionele gedrag van woorde en frases in kombinasie. Hoofstuk 3 ondersoek die leksikaal-semantiese analise van die werkwoord -phuma en die verskeidenheid interpretasies wat beskikbaar is vir -phuma in kombinasie met die komplement argumente daarvan. Die polisemiese gedrag van die werkwoord -phuma word ondersoek in sinsalternasiekonstruksies ten opsigte van die gebeure ('event') struktuur. Die leksikale representasie in terme van argument struktuur en die gebeurestruktuur van die werkwoord -phuma ill verskillende sinne met verskillende seleksiekenmerke van die subjek, word ook ondersoek. Hoofstuk 4 is die Samevatting van die studie, wat 'n opsomming bied van die vernaamste bevindings van al die vorige hoofstukke van hierdie studie oor die leksikaal-semantiese analise van die werkwoord -phuma in Xhosa.

ISISHW ANKA THELO: Esi sifundo siphonononga uhlalutyo lwesemantiki yelekhisikoni yesenzi sentshukumo u-phuma. ISahluko 1 umongo wesifundo uxeliwe kwisahluko 1. Iziphumo zohlalutyo lwesemantiki yelekhisikoni yesenzi u-phuma ngokukaPustejovsky (1996) ZIXOXlwe. zikwaxoxiwe kwesi sahluko. ngokunjalo nengcmgane yelekhisikoni evelisayo Ubume bengcingane kunye nolungiselelo lwesifundo ISahluko 2 siyila indlela ermsrweyo yohlobo lwesemantiki yethu. Ingcingane evelisayo yelekhisikoni iquka imigangatho imininzi yenkcazelo ngokwentlobo ezahlukeneyo ezifuna ulwazi lwesemantiki. Eminye yale migangatho lulwakhiwo lwe-Adyumenti, uLwakhiwo IweSiganeko, uLwakhiwo IweKhwaliya kunye noLwakhiwo Lobalo. ISahluko 2 sikwabonisa ngokucace kakhulu ngolwakhiwo lwekhwaliya ngendima edlaliweyo ekusasazeni impatho yomsebenzi wamagama kunye namabinzana kwindibaniso. ISahluko 3 sivavanya ngohlalutyo lwesemantiki yelekhisikoni yesenzi u-phuma ngokwengcaciso yodweliso lweempawu ezikhethiweyo ze-adyumenti yebinzana lesibizo esiyintloko sesenzi uphuma kunye notoliko olwahlukeneyo oluvela ngokwamagama endibaniso ngokwe-adyumenti yemfezekiso. Impatho yentsingiselo ezininzi yesenzi u-phuma ivavanyiwe kulwakhiwo lotshintshwano lwezivakalisi ngokuhlonela iimpawu zolwakhiwo lwesiganeko. Inkcazelo yelekhisikoni ngokwamagama olwakhiwo lwe-adyumenti kunye nolwakhiwo lwesiganeko sesenzi u-phuma kwizivakalisi ezahlukeneyo zikwaphengululiwe. ISahluko 4 sisiqukumbelo, esishwankathela iziphumo zezahluko ezingaphambili kwesi sifundo kuhlalutyo lwesemantiki yelekhisikoni yesenzi sentshukumo -uphuma kwisiXhosa.

Please refer to this item in SUNScholar by using the following persistent URL: http://hdl.handle.net/10019.1/53705
This item appears in the following collections: