Blaine, Sue
(Stellenbosch : University of Stellenbosch Business School (USB), 2010-04)
Unjingalwazi John Powell osuka eCardiff akamtshanga eMzantsi Afrika. USue Blaine uthetha nalowo uza kuba nguMlawuli kwisikolo sezoshishino kwiYeniversithi yaseStellenbosch ngezinto anomdla kuzo ezahluka-hlukeneyo.