2018-12-11 12:00 - Maintenance complete.

Decolonising knowledge : in what sense is an ‘African’ ethic possible?

Naude, Piet (2017-04)

Inaugural address deliver by Prof P Naude, Director: University of Stellenbosch Business School, on 04 April 2017.

Other

AFRIKAANSE OPSOMMING : In hierdie intreerede word die aandrang op ‘dekolonisasie van kennis’ bepreek aan die hand van pogings om ʼn inheemse, Afrika-etiek op die grondslag van ubuntu te konstrueer. Die gevolgtrekking is dat dekolonisasie ondersteun behoort te word in soverre dit die kontekstuele toepassing en uitbreiding van bestaande kennisinhoud behels. Op verskeie gronde word geargumenteer dat die skep van alternatiewe epistemologieë wat steeds as ‘wetenskaplike kennis’ sou kwalifiseer op hierdie stadium nog nie ʼn haalbare moontlikheid blyk te wees nie.

Isishwankathelo: Kule ntetha-ntshayelelo, ukhwelo “lokukhulula ulwazi kubukoloniyali” lushukuxwa ngokujolise kumalinge okuqulunqa imimiselo yokuziphatha yomthonyama okanye yobuAfrika nesekelezwe kubuntu. Isigqibo sesokuba ukukhululwa kubukoloniyali makukhuthazwe apho kubandakanya khona ukusetyenziswa nokwandiswa koko kuqulethwe lulwazi olukhoyo, phantsi kweemeko ezithile. Kuthiwa, phantsi kwentlaninge yezizathu, okwangoku ukuyilwa kwezinye iindlela zokuphanda ngentsusa, ubume nendima yolwazi (epistemologies) ezinokubonwa “njengolwazi olunzulu” akukhangeleki kunokwenzeka.

Please refer to this item in SUNScholar by using the following persistent URL: http://hdl.handle.net/10019.1/101556
This item appears in the following collections: